67minutes madiba

utata umadiba wasinika ikululeko ebantwini abamnyama isizwe sethu satshosa khululeka umntu omnyama wayekwa wa ngena napina kwindawo afunungena kuyo kwayekwa nokuthiwa isonka esimhlophe ngesaba bantu abamhlophe kwathiwa south african is the reyimbo neyishin
[permalink]
Posted: July 24th 2013 12:28