Dear learners
Ndibhala lencwadi njengomntu osuka apho nikhoyo ngoku. Ndifuna ukunikhuthaza, kuyo yonke into eniyenzayo nizimisele. Mamelani abantu abakhulu, nicele uncendo xa niludinga, buza xa ungazi kwaye zithembe.
Nikwixesha apho ubomi bunzima, thembelani kuThixo, nihlale nabantu abanikhuthazayo ukuze nani niphumelele ebomini. Xa nifundela imviwo, fundelani ukupasa ukuze niye kwibanga elilandelayo. Ekuzimiseleni kukho umvuzo.
Inkosi ibenani.
[permalink]
Posted: May 27th 2011 02:39