Schools  Projects  Blogs  Log In 








my thought about anti littering

ndicinga intoba siza wuza ne black plastic bags siqale ngo klina isikolo sethu.emvakwalonto ne environment yethu ihlale icocekile ngalolonke ixesha.and enye into endicingba sizawyenza siza kwenza ne drama emalungana ne environment yethu sibonisa abantu ba funeke indawu esihlala kuyo ihlale icocekile ukuze sizo phila kwi environment efresh and clean.
[permalink]
Posted: February 5th 2013 12:41


More >>






  Please log in to view this section.