Siviwe Tyala |
Malibongwe Bekwa |
Esona Busani |
Sisipho Potwana |
Linathi Meine |
Chorus 1 Sisipho Potwana:
xa kukhuthando andithi wonk' umuntu ufun' uxolelana
xa kukhuthando andithi wonk' umuntu ufun' ukumanyana
umakhelwane uyakhala haybo
nonozala bayakhala haybo
nabantwana bayakhala haybo
wonk' umuntu uyakhala haybo
Verse 1 Siviwe Tyala
Le ndaba iyandikhathaza
umama bamxhaphaza
utata bamkhuthuza
bahlala emakhoneni marn
babamba esaskhonkolo
bahleli nje
bengenzi lutho iskokoko
…… ?
bethenga nanenqotyi
behamba naseMonti
Bethanda gqhithi ub’stouti
Bethanda gqithi….. ...?
baphinde babulale
aphinde umama’khale
aphinde utata ‘khale
isizwe 'sitshabalale
Verse 2 Malibongwe Bekwa
Lets forget about the pain
Zimbabwe can relate
We have to love one another
And care for each other
Take care of your mother
Take care of your father
Love your mother son
Love your father son
Baxelele uyabathanda ngamampela son
Ungamameli umtyholi
Ungamameli utsotsii
Ungabadlwenguli abantwana son, hee
Ungabodlwenguli abo ‘mama son, hee
Chorus 2 Sisipho Potwana and Crew
xa kukhuthando andithi wonk' umuntu ufun' uxolelana
xa kukhuthando andithi wonk' umuntu ufun' ukumanyana
umakhelwane uyakhala haybo
nonozala bayakhala haybo
nabantwana bayakhala haybo
wonk' umuntu uyakhala haybo
Asithi sonke siyathanda le ngoma x 8
Verse 3 Esona Busani
I'm chilling, I'm singing
I'm reading, bleeding, praying
I'm far from the war
Ndakushaya ngale bom.
Khandivele le gqom.
Kuvele kubekho i-storm
Hey listen to my sounds
They're heavy as pounds
I know I am dark brown
Just look at my crown
I know your are my father
I know you are my brother
You are working better, better than ever x 2
Chorus 3 Sisipho Potwana and Crew
xa kukhuthando andithi wonk' umuntu ufun' uxolelana
xa kukhuthando andithi wonk' umuntu ufun' ukumanyana
umakhelwane uyakhala haybo
nonozala bayakhala haybo
nabantwana bayakhala haybo
wonk' umuntu uyakhala haybo
Asithi sonke siyathanda le ngoma x 8
Verse 4 Linathi Mene
ndifuna wonk’ umuntu abenothando
ndifuna wonk’ umuntu abenoxolo
ndifuna wonk’ umuntu abenogcobo
andifuni muntu ‘sokolayo tu
andifuni muntu ‘thukisayo tu
andifuni muntu ‘hlupekayo tu
cause ndifuna sizwe sethu sonke somelele.
cause ndifuna sizwe sethu sonke siphumelele
Chorus 4 Sisipho Potwana and Crew
xa kukhuthando andithi wonk' umuntu ufun' uxolelana
xa kukhuthando andithi wonk' umuntu ufun' ukumanyana
umakhelwane uyakhala haybo
nonozala bayakhala haybo
nabantwana bayakhala haybo
wonk' umuntu uyakhala haybo
Asithi sonke siyathanda le ngoma x 4
Asithi nathi siyathanda le ngoma
Asithi nani niyathanda le ngoma
Asithi sonke siyathanda le ngoma
Asithi nawe uyathanda le ngoma