Schools  Projects  Blogs  Log In 








CM Vellem Music Project 2017

Please ask to join the project, then add your lyrics in seperate sections.

1.

Nansti ingozi'isiza suduka ungonzakali.Abazali bayalila hayi eziziyobisi.Hayi ololutsha alusenazinzingo kulomhlaba.Iziyobisi zisonile....funa ndlela yimbi yokuphila.Nam andakunqanda ngoba ndoyika.Phantsi ngeziyobisi phantsi.....

Sisipho Libi

[more]

2. wander full daygospel tobekile

wanderfull day its wander full day oyes its wander full day he daed for me on kalfari and he wash my since away its maverlous maverlous

[more]

3.

Inkabi iShonile okwadanaki
ingxaki zo thando ndiyava
bekhuluma mna andizazi
Thank Thank Thank
Thank you dali


Sitshwi slungu people
Will still could loven
but hay asafaneli
wenu ndithanda ndi
njena ubuhle buyaphela

Asemahle Tuse

[more]

4. sjava before

before bengekhe ukhulume nam ngalendle la okhuluma ngayo before bewundihlonipha before bewuhlala untshela njalo ukuthi uyandithanda kodwa manje sendiyayi celela kodwa maje andisayitshelwa sendi yayi celele ubobhasopha maha uzothi umuntu uyakuthandakanti uyakhalelaha uzothi uthando kanti yinkanuko kanti angaluthola olufunayo uthandoshabalale njenge longwe.

silive khahlana

[more]

5.

Unomusa nothando ndivikela lapho ndihambakhona.....unomusa nothando ndivikela lapho ndihambakhona.....Intliziyo yam ihlali if...unawena njalo jalojalothixo ifunawena njalo........ifunawena njalo....ifuna wena njalo...''unomusa nothando ndivikela laphondihambakho ntliziyo yam ihlali lifunawenanjal.................lohohoho if...una wena njalo. ASISIPHO DINGANI

[more]

6. sjava title of the song

Nom' akungaguqukamafu
Nom' akungadumizulu
Nom' angathiwani ilanga liyoshona ngiyolala andimboni lowakwako

Nzob' engidlile
Nzob' engidlile
Nzob' engilindile
Nzob' engilind
Nzob' engilindile

Siphosethu Tokwe

[more]

7. We need peace in our land

Our land x3
in our land we need love, everyone is busy everyday and everynight
we need peace in this world of us ,love in this world
youth of today looking at the world different bad or good just do not give us hope
sinazo matiwane....

[more]

8. We need peace in our land

Our land x3
in our land we need love, everyone is busy everyday and everynight
we need peace in this world of us ,love in this world
youth of today looking at the world different bad or good just do not give us hope
sinazo matiwane....

[more]

9.

Ngeba siyathanda daluba sithandane silale madongeni ...ndilalwa nguwe daluba sthandane silale madongeni nguwe lowo daluba si

[more]

10. amarhumsha

mommy ndiyamthanda umamam ringa ngezidla i love you oledi xa ndingenamali okokuqala ndikhala kumamam and fundi xa ndinengxaki cinga nju mamam i wonder ndingayintoni ngaphandle komama andibonikwane nge future yam engekhu mama namhlanje ndikhulile ngenxa yengcebiso zikamama ndisaphephile umama wam ndimshiyelani mama wam lithemba lam elixolisi ntliziyo yam zukhulungakhokhobi ke mzali

ngaphandle kwakho mna mama andiyonto ngaphandle kwakho wena mzali wami ngaphandle kwakho mna mama andiyonto andiyboni back up ifuture yami
ngaphandle kwakho mna mama andiyonto ngaphandle kwakho wena mzali wami
ngaphandle kwakho mna mama andiyonto yazi andiyibini back up ifuture yami



Anelisiwe Thambo

[more]

11. Adela, HELLO.

Me and my friend we like this song . Sinomtha

[more]

12. the soil nantsi inkomo ebuhlanti

nantsi inkomo ebuhlanti ndivume nabaphantsi besiti ngekho nxaki CHULUMANCO DYWILI

[more]

13. Uthando lukababa

Uthando luka.. lukababa lunjengolwa..lwandlolunzulu..obaba ndiya..ndiyabonga ngalentliziyo..yahami lubanzi lona luthulile luyasekhaleni

[more]

14. sjava- madludlu

whe madludlu nxolele whe madludlu haye ngaysola ngokohlukana nawe ukube ngakuhlalisa phantsi skhulume kunokuthi ngphume nghambe kunzima langaphandle thandweni zyabuya wawungcono wena sthandwa sam ndakcela buya whe madludlu nxolele

[more]






  Please log in to view this section.

More >>

Ntaba Maria School (1)
by: Siyakha Zuzani
on: 2017-08-15 11:33:19

(no tags)