Project
CM Vellem Music Project 2017
Please ask to join the project, then add your lyrics in seperate sections.
Nansti ingozi'isiza suduka ungonzakali.Abazali bayalila hayi eziziyobisi.Hayi ololutsha alusenazinzingo kulomhlaba.Iziyobisi zisonile....funa ndlela yimbi yokuphila.Nam andakunqanda ngoba ndoyika.Phantsi ngeziyobisi phantsi.....
Sisipho Libi
[more]
wanderfull day its wander full day oyes its wander full day he daed for me on kalfari and he wash my since away its maverlous maverlous
[more]
Inkabi iShonile okwadanaki ingxaki zo thando ndiyava bekhuluma mna andizazi Thank Thank Thank Thank you dali
Sitshwi slungu people Will still could loven but hay asafaneli wenu ndithanda ndi njena ubuhle buyaphela
Asemahle Tuse
[more]
before bengekhe ukhulume nam ngalendle la okhuluma ngayo before bewundihlonipha before bewuhlala untshela njalo ukuthi uyandithanda kodwa manje sendiyayi celela kodwa maje andisayitshelwa sendi yayi celele ubobhasopha maha uzothi umuntu uyakuthandakanti uyakhalelaha uzothi uthando kanti yinkanuko kanti angaluthola olufunayo uthandoshabalale njenge longwe.
silive khahlana
[more]
Unomusa nothando ndivikela lapho ndihambakhona.....unomusa nothando ndivikela lapho ndihambakhona.....Intliziyo yam ihlali if...unawena njalo jalojalothixo ifunawena njalo........ifunawena njalo....ifuna wena njalo...''unomusa nothando ndivikela laphondihambakho ntliziyo yam ihlali lifunawenanjal.................lohohoho if...una wena njalo. ASISIPHO DINGANI
[more]
Nom' akungaguqukamafu Nom' akungadumizulu Nom' angathiwani ilanga liyoshona ngiyolala andimboni lowakwako
Nzob' engidlile Nzob' engidlile Nzob' engilindile Nzob' engilind Nzob' engilindile
Siphosethu Tokwe
[more]
Our land x3 in our land we need love, everyone is busy everyday and everynight we need peace in this world of us ,love in this world youth of today looking at the world different bad or good just do not give us hope sinazo matiwane....
[more]
Our land x3 in our land we need love, everyone is busy everyday and everynight we need peace in this world of us ,love in this world youth of today looking at the world different bad or good just do not give us hope sinazo matiwane....
[more]
Ngeba siyathanda daluba sithandane silale madongeni ...ndilalwa nguwe daluba sthandane silale madongeni nguwe lowo daluba si
[more]
mommy ndiyamthanda umamam ringa ngezidla i love you oledi xa ndingenamali okokuqala ndikhala kumamam and fundi xa ndinengxaki cinga nju mamam i wonder ndingayintoni ngaphandle komama andibonikwane nge future yam engekhu mama namhlanje ndikhulile ngenxa yengcebiso zikamama ndisaphephile umama wam ndimshiyelani mama wam lithemba lam elixolisi ntliziyo yam zukhulungakhokhobi ke mzali
ngaphandle kwakho mna mama andiyonto ngaphandle kwakho wena mzali wami ngaphandle kwakho mna mama andiyonto andiyboni back up ifuture yami ngaphandle kwakho mna mama andiyonto ngaphandle kwakho wena mzali wami ngaphandle kwakho mna mama andiyonto yazi andiyibini back up ifuture yami
Anelisiwe Thambo
[more]
Me and my friend we like this song . Sinomtha
[more]
nantsi inkomo ebuhlanti ndivume nabaphantsi besiti ngekho nxaki CHULUMANCO DYWILI
[more]
Uthando luka.. lukababa lunjengolwa..lwandlolunzulu..obaba ndiya..ndiyabonga ngalentliziyo..yahami lubanzi lona luthulile luyasekhaleni
[more]
whe madludlu nxolele whe madludlu haye ngaysola ngokohlukana nawe ukube ngakuhlalisa phantsi skhulume kunokuthi ngphume nghambe kunzima langaphandle thandweni zyabuya wawungcono wena sthandwa sam ndakcela buya whe madludlu nxolele
[more]
|
|
Please log in to view this section.
Last Edit 
 |
by: |
Siyakha Zuzani |
on: |
2017-08-15 11:33:19 |
|
Their Other Projects 
Please log in to view this section.
|